Izuduko: Khatywa
Mthwana, mpemvu, zimbakhulu kwamanye amazimba, malandelwa yintombi ithi ndizeke, ncandiya, fulela mfazi izindlu ziyanethwa zingamaxhokovu. Malobola ngobende.

Β© 2026
Leave a Reply