Izithakazelo zakwaMiya
Gcwanini,
Sbewu, Munja,
Mabhingcel’ehlangeni amany’amadod’ebhingcel’ezindlini,
Skhaban’esakhab’uvezi ngezinyawo,
Sjekula,Msilak’phepha,
Salakulandelw’esilandelwa ‘zintombi kuphela,
Genu, Gogela,
Sonkosi,
Zizi!
π SEARCH π+ ADD CLAN NAMESβΆ UTube Channel
Wow. Thank you Xhan Rhili. Also nakuwe Andile Mashack for asking. Nam ngingowakwaMiya angizazi nezithakazelo ukuthi zithini kahlehle. But after reading this.. I can say im informed more than I was a minute before I read all this.
Ngenye imini ndeva ukuba Oo Miya noo Thole ngamawele. Ndingavuya ukuba kukho umntu onolwazi olunzulu ngalo mba. Ndivile ukuba singo Gcwanini abakwa zii Nkosi yaye sikwabakhulu e Swazini…ngubani onokundicacisela lena into? Mna ndazi oo Dlamini ukuba zii Nkosi e Swazini. U Xhan Rhili ubonakala enolwazi olunzulu ngoo Miya. Ndake ndeva ukuba oonyana baka ZiZI ngu Dlamini no Miya kodwa andazi ukuba kuthiwe oo Thole noo Miya ngamawele. Omnye umbuzo uthi oo Miya bazalana njani nama Bhele? Enkosi.
UMiya lizubulo lika Kuze kaNgwane kaDlamini first, uMiya uzalwa noNdlangisa(Thole) noZizi noTolo olithole lika Kuze according to my research.
So umiya noDlamini bahlobene?