Mpemvu,
Jali,
Nomlomo,
Tik’ayivani nepokotho,
Mvetshane,
Mgqub’awupheli kuphel’inkomo,
Gqongo,
Juda,
Bumela ngqawa,
Ngciva waseNgcobo eGubenxa,
uTatam ngu Moffat Mdalana !