Want a t-shirt or hoodie with your clans? click here to see pictures

Imvelaphi ka Biyana
Ubiyana weyevela emGungundlovu kwazulu Natal,waze waduduka esinge eNgqushwa .wamka nalapho wafudukela eTsomo tsojana kwintaba yase qwili apho wadibana nesizwe sakwa Mthinkhulu orhadebe.wokha ubuhlobo nesosizwe sakwa rhadebe kwibinyaka ye 1300 apho eTsomo.Biyana yena waye engumthile wakwa Ntanzi, Vumisa, Nkala, Thotholo, Nomashukumbela, Omacaleni intozomlambo, Shukumbela.
Konke oku kuchaza imvelaphi ka Biyana kwiminyaka ye 1300ukwehla uyotsho kwe 900/ ukuza ngeneno uBiyana weza neyakhe indzalo wazala kwisithembu unyana wakhe kwindlu enkulu Ngqukangquka,Sodiza no Katesi ekunene wazala Matebese no Delihlazo.Eqadini wazala Mkhondo.
Ngqukangquka uzala
Mkunkuli,Notuku,Beni,Mqeno, Buzawe,no Nkwenkwe.ekunene Nyaniso,Ngini,Tsholigu,Tyambi,no Twana.aqadini ngu Jack,Sibulali,Vumisa wathiywa ngokhokho igama elithi Vumisa# kwalandela Xego .
Notuku uzala
Office, Maphikela, Mqotwana, Bhazile no jinja. Sodiza uzala Mfundisi,Ntsundwana,Koliwe no Lumani. Mfundisi uzala Solomoni, Ntsundwana uzala Copani, Koliwe uzala Gcumeni,Hoziya. Katesi uzala Nqoyi,Dwesa no Mcethwa.
Ngini uzala Melithafa kwindlu enkulu unina nguMarhadebe apha kuyacaca ukuba kuqiniswa ubuhlobo buka nkosi uMthimkhulu no Biyana.Melithafa uzala Bertram iintombi Ntombikho no Bella.Samane uzala Zitha,no Gwebindlala intombi Nomvulo Nontutu, Noziphiwe unina ngowakwa Ntandane.
Jinja uzala
Khephu, Mlityalwa, Malungisa, Tyelinzinma, Mawonga, Mzwandile intombi Nomvuyo. Khephu uzala Nombulelo, Siqodolo, Vumisa,nabanye,,, Tyelinzinma uzala Ncedo iintombi Nomgidi no (—–) Mowonga uzala Khayalethu, Mzukisi, Nomthandazo, Ntombebandla, Thembalethu, Vusumzi no Nkosinathi.
Thembalethu uzala
Wanda iintombi Elethu, Sikho no Avethandwa. Mzwandile uzala Mzukho, Siphiwo, Siyabulela no Namhla intombi !


More information is available on our YouTube channel