Ralushe Clan Names // Indlu ka Ralushe

Indlu kaRalushe URalushe uzala uNtekiso.Oonyana bakaNtekiso nguNdaliso, Ngwevu, noMbangi.UNdaliso waze wazala uNgangi, Mhlangeni, Ngonze noMphaki.UNgwevu yena uzele iintombi ezintathu noonyana ababini, uMzamo noMbuyiselo.UMbangi ke yena wasweleka engenabantwana, esanda kuphuma esuthwini eyokutshintsha.Kwindlu kaNdaliso, unyana wakhe omkhulu walandulela, eli naye engazanga wafumana mntwana; waza ke unyana wesibini, uMhlangeni, wanoonyana, abantu Mveleni, Mboneli, nabanye neentombi. AbakaNgonze oonyana nguThembekile … Read more

Gogo clan names, amaNuba.

Gogo Nuba Civashe Khweli kaDlova, Jukuca, Seyibhokhwe emhlophe eyasengelwa phesheya koThukela yabonwa nguTshekhasi, Hlophe omdaka, Ntombi zinamathanga amahle Oomahlamba ngobisi amaqaba ehlamba ngamanzi Bhobhakahle!

Izithakazelo Zaka uMshubi

OoZulu, OoKhalimeshe, Nofisa ongafi ofa ngamaloyo, Mageba, Ndabezitha, OoNombuso, OoVebi, OoWabane, Mafula ngesidumbu ngenxa yokuswela ingobozi, Notibunwana ezincane ngokweswela tona, Onabo ufute kulonyoko, Thole leSilo ngoba yiSilo ngokwaso !!