Nxiba clan names & history

Izithakazelo zakwa Nxiba clan names: Mthembu Mvala, Mqwathi, Dikela, Noni, Ntswayibane, Stokhwe ka Ndlela, Ayi ka Mdoko, Tshilita ka Phongwe, Gangqeka ka Mona, Lubisi, Skhaka, Sdindi, Nkomo zimbomvu, Maqath’alukhuni, Madli nkowane angayi hlanzi!

Wayise Clan Names & History | OoWayise

Oowayise aba baphaya eBizana, kwaNgutyana ubuninzi babo. ifani abazibiza ngazo ke ngooThaba, ooCenga,ooSakha, njalonjalo. amaWayise la ke ngooWayise, Donti, Nkulumbela, Ndembeze, Dungichibi, Oozibay’ezikhulu, Gqabi kamathende, Ngumabal’enkomo, Udeyi kaMshwaku, Inkomo edl’igoduka ithi ingahlwelwa kubatyazwe, Ingwe edla ngamabala, Abantabentombazana yakwacandlovu, Wayise!