clan names 💙 clan history 💯

izithakazelo

Tag: Amazotsho

Amazotsho Clans & origin 👑

Amazotsho, ooSuthu, Valela, Ntmonde, Skolpadi, Noyhiyhiyhi, Malandelwa 🙌

Amazotsho migrations (according to a blog user in South Africa)

Basuka embindini weAfrika and went to kwaZulu, and then basuka Kwa Zulu benyuka Baya emazantsi we Zimbabwe, bemka eZimbabwe Baya e Lesotho, Bafuduka Baya eTarkastad which is why Amazotsho amaninzi ekwilali zakumneno we Nciba.

Amazotsho

ndicela ukwazi ngokupheleleyo ngemvelaphi yalamazotsho ango ntsenge neziduko zawo, enkosi.

Amazotsho clan names

Amazotsho clan names

Tyani (Mbulu, Mdumo, Noqobo, Nontshatsha, Manci, The clan of AmaZotsho)

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: