izithakazelo

Tag: maqina Page 15 of 52

Iziduko Zama Mpandla

Ama Mpandla

Mbona,

Khawuta,

Tshayingwe,

Tiye,

Khiphe,

Mandlana,

Tukude,

Tyede

amaMpandla asuka kuCentane, akhona nase Xesi, eDikeni, eBhofolo, eDutywa, Cofimvaba naku Gatyane.

Iziduko Qocwa

Iziduko Qocwa Clan

Zikhali Mazembe,

Jojo,

Tiyeka,

Butsolo Beentonga,

Mbizana,

Mabombo

Iziduko Krila – Mbamba

Iziduko Krila – Mbamba

Thangana,

Bodlinja,

Mbamba,

Krila,

Rhaso,

Mbombo,

Gcaleka,

Nkomo zibomvu namathol’azo,

Nqele,

Bhurhu,

Mayisithe,

Nomazele,

Gobingca,

Bhukuxa umthondo uwujongise emntwini!

Iziduko AmaCirha – ooNcibane

Iziduko AmaCirha – ooNcibane,

Khawuta,

Nojaholo,

Mhlantla,

Nyembezana,

Mhlathendlovu,

uDlakalashe,

Ntswentswe,

Qhanqolo,

Ntlokwenyani,

Sihlobo SikaPhalo,

Hloml’iphuthi lidala linempondo,

MGcaleka!

Page 15 of 52

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén