Ndaba,
Mntungwa,
Bhadela,
Nogubela egoduka,
Mvelase,
Nothuli,
Mbulazi ka ndaba,
Tshibase,
Mangcwangcwa,
Nonunu !
Tag: sienaert Page 2 of 3
Ndaba Bhadela bona bathakazela kanje
Ndaba
Tshibase
Bhadela
Mntungwa
Nonunu
Nomangcangca
Nogubelβegoduka
Nzipho zimnyama kukuqhwaya
Nkuluka
Dzujana
Choboka nje ngoMkhoma woThukela
Nyawo zimhlophe noxa zinodaka
Ntombezintle nabayeni bazo
Bharuza
Manyuza
Njujane
Nothuli
Nomangcangca
Mvelase
Magutywa
Mgubo odliwa ngabahambi bendlela
Mntungwa ka Mbulazi ka Ndaba
Nina enithi nidla nibe niyenga umuntu ngendaba
Nompundwana zincinane yanga zingongiwa linunu entle engadli mntu
Khandβiyeza etyeni
Ngabaphakela umyeni esithebeni kuba besonga amazimba