Zungu, Meaning, Origin & History By admin On Izithakazelo zakwa-Zungu Gwabini, Manzini, Geda,Ncwane, ngankomo yaseMahenyeni,Nyama kayishi, isha ngababhebhezeli,Wena owaphuma ngenoni emgodini,Sengwayo! moshupjethateliwocker Previous Makhoba Clan Names & History Next Makhunga, Meaning, Origin & History 5 Comments Add Comment → Unknown Ngyabonga kosengwayo Reply Unknown Mhlwehlwe, sengwayo yithina labo Reply Unknown shame may her soul rest in peace Reply Unknown ake sike sizigqaje ngokuba ngamaZulu, sikujabulele, silusebenzise ulimi lwethu ukuze lizonotha. Ayi ngoba ngiyiqaba yin kodwa kuhle uma sisendaweni yabakithi kwazulu sikhulume isiZulu ukuze lolulimi silugcine luphila. Uma singalukhulumi lizoshabala silahlekelwe ubuthina nemvelaphi yethu Reply Unknown bhele, udlambulo, ukhuboni, uqunta, umafu, ulanga, umnomana, …umbutho, uncwana, unontanda, unombikazi, undabezitha, untambama, umadiba-ndlela. xa ndizithutha ndityenenez' umendo oya koobawomkhulu: singamabhel' akulokhuboni. iint' ezinqul' ulanga. oonontanda kuphakanyiswa, oonombikazi ngob' umnt' ongxathu akalahlwa, usengel' abantwana xa likhithika. iint' ezidiba de zidibe nendlela. iint' ezimpundu zinge zingangiwa. ingab' asilo bhele elo, makwedini, kuba laphekwa nelitye, lavuthwa ilitye lasal' ibhele. nditsh' abadl' isikhwebu sakwamkhwekazi, kwanoqambulo. inyath' eyasind' abazingeli sebeyosele. iint' ezingawudliy' umbilini wenkomo, zidl' owenyamakazi. awu! awu! ndenqen' ukulisuka ngamandl' eli thwathwa, ngoba hleze libe daphudaphu, makwedini! kunjalo ke mabandlandini amnyama Reply Previous Leave a Reply Cancel replyYour email address will not be published. Required fields are marked *Comment * Name * Email * Website Save my name, email, and website in this browser for the next time I comment. Type in the text displayed above
Unknown
Ngyabonga kosengwayo
Unknown
Mhlwehlwe, sengwayo yithina labo
Unknown
shame may her soul rest in peace
Unknown
ake sike sizigqaje ngokuba ngamaZulu, sikujabulele, silusebenzise ulimi lwethu ukuze lizonotha. Ayi ngoba ngiyiqaba yin kodwa kuhle uma sisendaweni yabakithi kwazulu sikhulume isiZulu ukuze lolulimi silugcine luphila. Uma singalukhulumi lizoshabala silahlekelwe ubuthina nemvelaphi yethu
Unknown
bhele,
udlambulo, ukhuboni,
uqunta, umafu,
ulanga, umnomana,
…umbutho, uncwana,
unontanda, unombikazi,
undabezitha, untambama, umadiba-ndlela.
xa ndizithutha ndityenenez' umendo oya koobawomkhulu:
singamabhel' akulokhuboni.
iint' ezinqul' ulanga.
oonontanda kuphakanyiswa,
oonombikazi ngob' umnt' ongxathu akalahlwa,
usengel' abantwana xa likhithika.
iint' ezidiba de zidibe nendlela.
iint' ezimpundu zinge zingangiwa.
ingab' asilo bhele elo, makwedini,
kuba laphekwa nelitye,
lavuthwa ilitye lasal' ibhele.
nditsh' abadl' isikhwebu sakwamkhwekazi,
kwanoqambulo.
inyath' eyasind' abazingeli sebeyosele.
iint' ezingawudliy' umbilini wenkomo,
zidl' owenyamakazi.
awu! awu! ndenqen' ukulisuka ngamandl' eli thwathwa,
ngoba hleze libe daphudaphu, makwedini!
kunjalo ke mabandlandini amnyama