Ntlangeni Clan Names
Ntlangeni. Nkomo. Mafinya ngolimi. Rhaberhu. Magajana. Marhewula ntaba. Nzipho zimnyama kuqwayana. Golela. Malinga. Wena owalinga ukpheka inkomo ngebhodo likanopotyi. Sqwabana. Nkumbuzo. Masikana. Mkhonto ozilolayo. Yengwayo. Mntungwa