Mzizi,Mpofu, Thukela, Mlotywa, Mlalandle, uCocobela, Mpangazitha Ingcungcu emlom’omde engaseli kwawamadwala amanzi isela kwaweziziba kuba yosaba ungqindeka umlomo nto itya komvovo intlakohlazo umlabo awuwelwa welwa zintaka kuba nazo zinamaphiko
π SEARCH π+ ADD CLAN NAMESπ¬ UTube Channel
Leave a Reply