Ndicel ubuza, isurname yam ndinguDlodlo isiduko ndinguTshabalala, Sobhuza, Swalala, Mavuso, Ludonga, Swazi..
uDlodlo lo uzalwa ngubani apha kwa Tshabalala, ezalwa kweyiphi indlu ?
Izithakazelo Mhlanzi clan praises & Family History | Umlando
Mhlanzi,
Bayeni,
Nzuzwane,
Nondelabantu,
Phondo olukhulu ugegevu,
Ndabezitha,
Wena Owahlanzwa eMaChunwini,
Originated from: Emsinga Area, KZN
Come from:
Mchunu surname
About Tshabalala Clan
Which place are tshabalala usually found in great numbers?