clan names ๐Ÿ’™ clan history ๐Ÿ’ฏ

izithakazelo

Tag: Bhedla

BHEDLA or Amanqabe Clan

AmaNqabe
Bhedla ka Mpulana, Bazukulu bakaNqabe, uKhanju, uNondiza, uBhalisโ€™abeNguni ngentololwane, ishlahla sesundu esithi sigawulwa sibe sihluma, umthanโ€™ontsingalala phezu komlambo umdumbi, isizukulwana sezizukulwana sikaMtshoni. Ubhangisa abelungu ngentololwane.

Bhedla Clan Praises , Bhedla Surname

Bhedla kaMpulana,
uMnqabe,
umthana ontsingalalana,
uKhanju kaGomatana,
abantu baseMdumba,
ndiliBomvana!

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: