πŸ’›

izithakazelo

Tag: moshupje Page 11 of 805

Gxarha Clan 😍 Iziduko

Gxarha,
Cwerha,
Vambane,
Mahlahla,
Siyoyo,
Mlawu,
Potwana

MnkabaneΒ  Clan Names

Iziduko Mnkabane:Β –
Majeke,
Mthwembotyi,
Noqazo,
Mayeye,
Nduntsha,
Nkomo zika Marhama,
zika Ngxalenye,
zika Khamanzana,
unyawo zipinki noba zinentsente,
uMthondwana,
Mbuswana,
Nywabelemntwini, mfaz’obele linye,
uNkomo zakwa Ntleki,
Mabandla ka Rhanjana,
Mzilanto.
Undlunkulu wamaNkabane use Dutywa kwisithili sase Taleni*”Lunga Mdunyelwa”.

Deyi Clan Names

Iziduko: Deyi

Ncume, Cume; Cum; Wei; Wayisi; Bhangushe; Bhengu; Cebisa; Deyiso; Dei; Deii; Gabisa; Manzini; Mdeyi; Mtame; Hlathi; Hlabe; Mjoli; Makhoba, Mako; Xolo, Meko; Ngcolosi; Sengwayo; Mthwakazi; Jabavu; Nonina; Dlakana; Ngilana; Ndleko; Vezi; Ndeki; Murr; Nkuna; Mbokazi; Wushe; Khusi; Khusher, Sinyali; Phakwe; Pepu; Mphephu; Babalo; Phaahla; Phoi; Hambashe; Ham; Herr; Nkatha; Nkhatha; Gwabini; Gqwaru; Ngoni; Ngozi; Fusana; Geda; Phephu; Ndudane; Farru; Fini; Finini; Mbelani; Bhekiswa; Bekiswa; Qhakaza; Bekiso; Mase; Manci; Mancini; Noconjo; Zikhali; Mzungulu; Zungulu; Mzungu; Mphafane; Kheswa; Mphafa; Qamata; Qubulashe; Gqigqigqi; Duur; Diya; Diko; Xhonti; Ntoyanto; Xarru; Xhakaza; Xakaza; Shwawu; Mshwawu; Zotsho; Somdeyi; Sukwini; Mahoyi; Motsa; Zungu; Velelo; Valela; Phaala; Mtebele; LambathaΒ ; Nduli; Mbovu; Xoi; Xarr; Sarru; Soreh; Soi and Noma-Ndzo-Ndzo ka Phika’ne’langa.

Nala Clan Names

Iziduko: Nala
Nala,
Ndokose,
Mpembe,
Nomgquma,
Nojakadelana,
Inkomo enhle yaphiwa amaNala nobuhle bayo,
Osibhekuza,
Omakhanya ehlungwini kuhlwile!

Page 11 of 805

Β© 2026