Tshezi,
Ndela,
Jalamba,
Njilo-njilo,
Mkhontoβbomvu,
Mqalomde ongangenduku,
Neneza,
Fakade,
Tenza,
Nomawabo (makhanyiselwa siSthunywa Eskhulu esiphezukwentaba, ephendulayo,yena othunywe kuzomela OoTshezi kuyo intlambuluko yeMbuyusilo yoMzoNtsundu)
Tag: weidenbruck Page 22 of 327
Yheyheni!!! MaNkala phosani imikhonto phezulu,nanku umnaba sinabile.
Nkala ka Mphanjana,Mlotya,Maphanga,
Vumisa,Gidela,Mnabase owanabela izizwe zonke zabikelana,Sityβesihle sokudlela amakhosi namakhosazana,Sgobagobani esagobela amakhosi ako Mthimkhulu ooBhungane,Nkala omnyamazana omhlaba ubovana unezibuzana,Nkasa kabini eyakhasa ubuncinci yakhasa ubukhudlwana,Mlambo awuwelwa uwelwa zinkonjane kuphela kuba zona zibhabha emafini,Mbizana yodongwe eyaqhekeka kabini yathi Aaaah!!!! Nkala.
Chala, Mayekani
Jama KaSjadu
Wena owabhodlela incengwane
Mfene kwezinye izimfene…ect