• AmaTshawe – Mdange, Tshiwo, Nkosi Yamntu, Ngcwangu
  • AmaKhwemte – Dabane, Gqabaza, Sgadi, Mekhi, Ntswentswe, Fulashe, Nojaholo, Ncibane, Qhanqolo, Ntlokwenyathi, Ngququ, venge.
  • AmaNkabane –  Majeke, Mayeye
  • AmaJwarha – Mtimka, Mazaleni, Jotela, Khatiti, Mnangwe, Mayarha, Mbelu, Ndabase, Bantw’abahle noba bapheth’ izikhali,
  • AmaKwayi –  Ngconde, Togu, Ubulawi, Ngcond’oneentshaba
  • AmaCirha – ooNcibane, Khawuta, Nojaholo, Mhlantla, Nyembezana, Mhlathendlovu, uDlakalashe, Ntswentswe, Qhanqolo, Ntlokwenyani, Sihlobo SikaPhalo, Hloml’iphuthi lidala linempondo, MGcaleka
  • Krila – Mbamba, Thangana, Bodlinja, Mbamba, Krila, Rhaso, Mbombo, Gcaleka, Nkomo zibomvu namathol’azo, Nqele, Bhurhu, Mayisithe, Nomazele,  Gobingca, bhukuxa umthondo uwujongise emntwini
  • Qocwa – Zikhali Mazembe, Jojo, Tiyeka, Butsolo Beentonga, Mbizana, Mabombo
  • Mtakwenda – Leta, Libele, Tyebelendle, Ngcwadi, Kwangeshe, Mentuko, Mboyi, Solizembe
  • Thangana – Krila,Mtengwana, Rhaso, M’bamba, Bodlinja, Gobingca
  • Tyani – Mduma, Mbengo, Gabela, Zotsho.
Iziduko zakwa Ganyile 💖

Ganyile, Mabhula, Mbenya, Mbenya ezkaka njengeshongwe, Mlungu, Mfene nduna kwezinye iimfene, Nikhwe 1

Iziduko AbaThembu❤️

Madiba – Dlomo, Madiba, Yem-Yem, Vela bambhentsele, Sophitsho, Ngqolomsila, Tubhana, Qhumpase, Ntande, MThembu, Ncikoza, Mtshikilana, Malangana, Bhomoyi.AmaNtande – Dlomo, Sopitsho, Ngqolomsila, Zondwa ziintshabaQithi – Read more