Want a t-shirt with your clans? click here to see pictures

Izithakazelo zakwa Mbongwe: Mbuyisa, Sondisa, Khoza, Nqalela, Mvemnyama, Mathobela, Mwelase, Ndima ka Qaqaqa, Sandamela, Sgudu seBokhwe, Nozaqhu, Nozimayile, Sobongo, Mabetha, Majiyajiya, Mabhentsele ntilini, Maphanga, Maloyi, Mcusi wendlunkulu, Sojozela, Manama, Mlotshwa, Mgaga, Mqadi, Mpepha, Ntini, Lubhede, Ndinsi, wena wakaSoloyikazi, wena owabhed’enkezweni, onkobe aziphekwa ngamavila ziphekwa zizikhuthali, abafazi bamaBongwe abavali ngamavalo bavala ngamakhand’amadoda, AmaBongwe amade aseLangeni, amahle aseJikweni, Mabongwe nibo gida nigoduke ninga libali lithambo lase mzini.