Sokhulu,
Vundla elihle elingena finyila Xa unefinyila ufuze kulo nina,
Mnqabande,
Sambula nkungu kuveli ilanga,
Sambane semba umgodi sangawulala walalwa zizizwana,
Mtshokotsho,
Ntongayikhethi ibetha nomkhwekazi,
Bhati ka khetshe !