Month: July 2021 Page 1 of 4
Ngqose ka Ngcwina
Ngcwina
Zumbe
Mabhula
Mnxothi
Amangcingwane
Nyama yangaphakathi
Siqwephu
Solusu
Inyama ethandwa ngaba fazi
Mangesi amahle noba anentongo
Ontongo zosulwa ngababa thandayo….
Nocwele ngamaYalo,Mbotho Mtshikilana/Mtshikila ,Madiba ,Mazama ,Thoyana,Ncikoza,Sinis’mntwana,Mahlamvu ayahluma kusehlotyeni,Fulela,Malandelwa yintombi ithi ndizeke noba awunankomo,Amatola/Tola (not Tolo) … Baninzi ukusuka kumazantsi aseNatal Harding,Umzimkhulu,Zingolweni.Xawuwela uMtamvuna ungena emaMpondweni maninzi pha eMbizana anemihlaba yawo. Kananjalo eLusikisiki,Sajonisi,Ngqeleni,Mqanduli,nakwezinye iidolophu zakwiNtshona yeMpuma Koloni.
Cela ukwazi umlandu ka (surname) Matshoba (isiduko) Miya,gcwanini, sbewu bakumhlaba wase Mount Frere babuya phi?
Skonela Clan Praises
- Skonela
- mathonsi
- ndindindi
- dumalingani
- mkhemetelwane
- mvulana lencana
- wena longa mbatsi ingubo lengambatsiwa yimbhongolo ingambhatswa yimbhongolo iyahhunguka!!
Moshoadiba
Ke monareng wa maphaka monare ma tshaba kgomo MA tlohela ngwana hlakeng a lla
Siko Clan: know them? Please add them here