OGqunu ngoManyishe, Ngoxo, Mantshi, Matwa, Mthetho, Nyhadu. Siyafumaneka kwezi ndawo, Dutywa, Xhora, Gatyana, nakwezinye indawo ezikwiphandle ebelisayakwaziwa njenge Ciskei.