Nkala clan praises, Meaning, Origin & Family History | Umlando

Nkala clan names

Nkala πŸ’›
Mlotshwa
Vumisa
Mphanjane
Sitsh’esihle esidlela amasi nenyama
Intombi engagananga kwaNkala iyozala inkamba ngamadodlwana.
Nina ababhala ngosiba abanye bebhala ngepensela !!! πŸ™ŒπŸ™ŒπŸ™Œ

Nkala clan praises (another version posted by a guest)

Yheyheni!!! MaNkala phosani imikhonto phezulu,nanku umnaba sinabile.

Nkala ka Mphanjana,Mlotya,Maphanga,
Vumisa,Gidela,Mnabase owanabela izizwe zonke zabikelana,Sity’esihle sokudlela amakhosi namakhosazana,Sgobagobani esagobela amakhosi ako Mthimkhulu ooBhungane,Nkala omnyamazana omhlaba ubovana unezibuzana,Nkasa kabini eyakhasa ubuncinci yakhasa ubukhudlwana,Mlambo awuwelwa uwelwa zinkonjane kuphela kuba zona zibhabha emafini,Mbizana yodongwe eyaqhekeka kabini yathi Aaaah!!!! Nkala.


πŸ” SEARCH πŸ”+ ADD CLAN NAMESβ–Ά UTube Channel

8 thoughts on “Nkala clan praises, Meaning, Origin & Family History | Umlando”

  1. i want to know what does the nkala clan praise them self

    Reply
  2. I’m Noncedo Mdidimba ka Nkala I wanna know my clan names

    Reply
  3. I I’m Thuto Mashobane and I want to know everything about my origin

    Reply

Leave a Comment