Nonqondo Surname
Nonqondo clan praise: Zulu ka Ntombela Shombela k Ngcingcingci Makhaye Sikiza nyawo nkulu. Amadeke amadlela ndawonye. Khetseyakhe, ooMalandela iinkomo zamanye amadoda, iLembe eleqa amanye amalembe ngokukhalipha, uShaka akashayeki unyana ka Senzangakhona.
Leave a Reply