Zongozi, Senzela, Phondo liyagexeza, Ninwayo, Ngcekula, Mthathi, Madla ninway’ ugoshani, Chaya, Hewu, Mqhayi, Rhudulu, Mguzu, Mxhego, Mancaka, Mahlala kwenda!