Molweni.

Ndingavuyela ukuyazi kabanzi ngamanconco namangwevu naxa ndingumdlane mna.

Uma uzalwe yintombi yase manconcweni lo wayezekwe emangwevini.

Umana yena wendela emandlaneni.

Eyona not indibethayo yile yokuba
ndizalwe ndikhulela ndangena isikolo ndasebenza ndazeka ndina besuthu e Free State.