clan names 💛 clan history 💯

izithakazelo

Author: Brilliant Solwandle Nleya Page 1 of 1330

Nleya surname

Nleya is a very special surname it is mostly used by kalangas ,Nleya is Ndazi and Ndazi is a tree which helped the kalangas cross the flooded river during the colonial era .Nleya is a respectful surname.

By Brilliant Solwandle Nleya

Mfengwana clan praises | History

Mgcina, Tyhopho, Xhamela, Nokwindla, Ncancashe, Gabilikhulu, Butsolo bentonga, Phatho, Malamba aye endle adle iigusha, athi ziziduli zethafa adle iibokwe athi ziqabaza zehlathi ndihamba ndiphethe isali ihashe zakulifunana emfengwini,
Ndiphuma kwindlu ka Gadlume phantsi koHezani ozala uBomeni uKameni uMantu, uBomeni ozala uRhabi, Cimilanganga, Mdala, Fodo, Willie, Rhangayi, Spango, noLeya. Rhabi ozala uMkrweqane, Tampulane, Dlelila, noDingiwe. uMkrweqane ozala uTutusana, Nomfanelo, Nonceba, Nomimi, Thembinkosi, Nomvuyiso, Nomsa, Violet, Elsie, Xolile, Vuyani, Nkosinathi, Zanoxolo noSimphiwe. uSimphiwe ozele uKhazimla, Yamihle, noEnkosi!

AmaMfene Clan names

Sanzanza esanzanzela umntu, kwavela umntu

Hlongwane Clan name

Hlongwane,
Sangweni ondukuzibulongwe !

Nkala Clan Names & History

Nkala surname

Nkala,
Mlotshwa,
vumisa, sitshe esihle esidlela amakhosi amasi nenyama,
Mphanjwane,
Mnabase njengentombazane,
Nothabizolo kaNongundane!

Bataung clan names & History

Bataung,
Bohlalele,
Bonthethe,
Kgomo ya lebese!

Matedlegu Clan names & History

Matedlegu, Lila ngomkhonto abanye belila ngeenyembezi!

Mfene Clan

Mna uMzukulu ka Ben ka Sogiba ka Ngqonjana ka Tshubani ka Ndlanzana ka Tyashe ka Mnashe ka Tikisi ka Lisa ka Msuthu Sanzanza uCanzi uHlathi uMfene

Uzangomva eweni it’s just nickname of mfene wonke umntu uyayazi imfene izangomva eweni xa isehla

Mabote clan names & History

Kwena

admin notes: if you know more clans for this surname, kindly add them in the comments below.

Masikhwa Clan

Masikhwa lidevhele muila songo wa ndou, Asa thavhiwi nga murenzhe!

Page 1 of 1330

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: