- Madiba – Dlomo, Madiba, Yem-Yem, Vela bambhentsele, Sophitsho, Ngqolomsila, Tubhana, Qhumpase, Ntande, MThembu, Ncikoza, Mtshikilana, Malangana, Bhomoyi.
- AmaNtande – Dlomo, Sopitsho, Ngqolomsila, Zondwa ziintshaba
- Qithi – Ndinga, Nkomo ayizali izala ngokuzaliswa, uRhadu, uNomsobodwana, uSopitsho uNgqolomsila uYemyem uVela bembhentsele, Zondwa, MThembu)
- Ndungwana – u Bhejula uDiya uMaqath’ alukhuni, uVelabembhentsele uHala.
- amaNgxongo, oontsundu, bhomoyi zondwa zintshaba, osophitsho.
- AmaGcina – Xhamela, Helushe, Ncancashe, Magwebulikhula, Malambedlile, Nokwindla, Thyopho ka Phato owathyaphakela eXonxa , Gabul’ ikhula, Malamb’ayendle aty’ igusha athi ziz’ duli zethafa, Nxego, Butsolo beentonga, Dlelanga, Ntlonipho (Bahamba bepheth’isali – ihashe bakulifuman’emlungwini, izinto zabantu abazibi koko bayazigcini, bathi iigusha ziziduli zentaba)
- Qhudeni – UMthembu, uThukela, uQhudeni, uMkhubukeni, uGoza, uMpafane, uMthembu obhuzuzu, odla amathibane az ‘indlala iwile.
- Maya – oMaya, oYem Yem oSophitsho, oMagwa, oNgqolomsila, oBhomoyi
- Mpangela -Mvinjwa, Rhoshana, Ndlazi, Dlomo, Sibetho, Magwala, Gwadzi elisilika bubuhle.
- Mpemvu – uJali ,uJuda, uNtlotshane, Bumela, uNgciva
- Ndala – Ndala ka Momamana, uMncotshe, Msunu Sdumbu, Thole, Ngxunga Smukumuku, Ndithinina )
- Zima – Ceduma, Sopitsho, Bhomoyi, Vela bembhentsele. (AmaZima yinzala ka Zima. Imbali ithi uZima ngumntakwabo Ntade. uNzima wayemdala ngokweminyaka kodwa ezalwa kwindlu yasekunene, uNtande ezalwa nguNdlunkulu (Great House). Siqikelela ukuba bobabini bangoonyana bakaToyi kaCeduma ka Dunakazi ka Bhomoyi ka Thembu ka Ntongakazi ka Malandela ka Njanye ka Sibiside)
Sikhumbuzo
Good night 😴 sweet dreams
Please contact me on 072 286 3294 or use email address: [email protected]
I’ll give you what you looking for
Zolani Jwaqa
Good morning
I am interested to know how amangxongo related to uDlomo,amaNtade,Ceduma and Maya