Cenjana, ndala, sukude, mkhondwana, mthwa kasihula, mfazi obele lide phesheya komlanjana, gxarh’ eliphezulu, amakrobokrobo adlela phezulu,malandelwa yintombi santsabe gumbi lamagwala, mthond’ omde, bhalela esendeni kuba siswela iphepha !