Ndingu Tipha, Bhayeni, Tshewu, Yiwa, Ngqakaziyi, Siba, Manzi-made, Lwandle. Ndikhe ndive abanye besithi Mkhonto ka Lusiba, Kanti isiswenye senkondekazi yakulo tata sayinayo indawo ethi Yongozi xa lizilanda latshona ndisithi ndizakukhe ndilingcambazise ngo Yongozi no Lusiba lo. Ndidla ngokuthi xa ndiyiloza ekuthetheni ndithi okubalulekileyo kukuba uzazi izinqulo ezine okanye ezintlanu zokuqala, zizakuhamba zohluke xa usihla ngoko mnombo wokhokho bezozindlu. Into ebalulekileyo kukuzibiza ngezi uzaziyo uziyeke ongazaziyo ngoba kwakuthi kanti awukho kulo mnombo.
Share this post 
Related
Mhlauli Clan Names
Bhinitha, Khakhaza, Ncwabane, Mvundlela, Lusiba, Mlambo ongawelwayo owelwa zinkonjane zona zimaphikwamade Mbinga, Dladla, Ncwabane, Gocina, Mazibuko Mngoma, Dlalela, Nzimande Ntwezifanelwa lilaphu likamlungu ngathi lelazo kanti zilibolekile ntozika Ndedeba, Dlalela intwezawel'umlamb'iNqadu zadlamathibathiba ngenxa yobethwa yindlala !!! 

Izithakazelo zakwa Mlambo | Mlambo Clan Names Mbinga, Khakhaza, Lusiba, Mwelase, Mazibuko, Mlambo aluwelwa luwelwa zinkonjane zodwa, Oncwabane, Lusiba, Mazibuko !
Mdakana, Gumbi, Ntshangase, Mlambo, Dladla, Lusiba !
Mmangaliso

Ncamagu.