Mgcina mche.. omnye helushe .. omnye Njikazi.. omnye mntsinga .. omnye amkrula .. omnye mntlonipho .. then kuyo yonk lont kubekho landlu inkulu… Amagcina gadlume..
Related

History of Madzikane kaZulu
History of Madzikane kaZulu Ngonyaka ka 1828, uShaka ka Senzangakhona wahlasela uMadzikane no Faku. uShaka wanduluka ekhokhele umkhosi wakhe buqu. Wathsi mayefika kumlambo uMzimkhulu, wawehlula kabini lomkhosi, omnye wawukhomba ukuthsi uhlasele uMadzikane omnye wawukhomba kuFaku ikhokhelwe tinjengele. UShaka no Henry Francis Fynn bashiyeka etu komlambo uMzimkhulu. Umkhosi owawuthunyelwe kuMadzikane wahlangatshetwa…
Ngcwangule Clan Names | Iziduko
Ngcwangule, Tita, Phelwane, skhuni somnga squtywa singeva ungqashiya, nguntombi ziyamkhalela zithi bhuti usishiyelani na, ntombi zithi bhuti ndizeke noba awunankomi, ngumntu owagwaza omnye umntu emasendeni, ngumthwa isihlibi se-donki!!
Ama-Gcaga
AmaGcaga- ngooNdonga ziLubhelu, ooManz’andonga, Ndongane, Madluba, Gqokashe, Mpondomise, Khela kaNzwane, Nzwanenkulu, Mbangulana, Dlambulo, Ganagusha wena uMhele-hele okomoya weliwa, Khohlw’into ezimbi, Mathandwa ehamba njengeLanga lona lingatshoyo ukuba belitshonile ngezolo, Mfazi obele linye owenyisela iwaka labantwana phesheya komlanjana. UGcaga liphelo likaNgcwini kwindlu enkulu ngentombi uMaNgutyana waseMaMpondweni. UNkosi uNgcwini waye wazala uDosini esalekelwa…
Leave a Reply