Myirha,
Mzondi,
Ziyeka,
Sampu,
Xusha,
Khapha,
Zakana,
Thambo lenyoka,
lihlaba elimzondayo,
Hobe elimhlophe elindanda emaweni uNomsiso
Share this post 
Related posts
Myirha Mzondi ziyeka gxaba khapha nzilane toto ka gwija sampu thambo lenyoka elihlaba elibazondayo mahobe.
Myriha, Mzondi, Ziyeka,Thambo le noyoka lihlaba elimzondayo, Gaqhu, Sampu !
mzondi, ziyeka, sampu, mayirha, thabo lenyoko hlabe elimzondayo!
Zamikhaya Mqungquthu
Myirha
Umzondi
Ziyeka
Usampu
Thambo lenyoka lihlaba elimzondayo
inyoka emnyama xa uyinyathele esinqeni kanti uyivisa ubuhlungu.
Mpumelelo
ubale nge
ndlela elungileyo
Mkhululi
This is totally wrong ngubani obebhala lento, isiduko samayithi sithi “yirha zondi ziyeka sampu thambolenyoka lihlabelimzondayo ”
Qha only sanube nifakela into zenu please nilahlekisa abanye
Bunono
Yes
Bunono
This is my clan names
Sivuyile
Jas clan
Myriha,mzondi ziyeka thambo le noyoka lihlaba elimzondayo, gaqhu ,sampu