Hlangu, Ngqitshela, Nozisheshe, Mnkawu, Dunga, Magatyana aselendobisi, Mzize ozizilizayo, Hlangu ohlangula Bumbantaba apho kwabunjwa umntu kwabunjwa nenkomo!