Hlangu, Ngqitshela, Nozisheshe, Mnkawu, Dunga, Magatyana aselendobisi, Mzize ozizilizayo, Hlangu ohlangula Bumbantaba apho kwabunjwa umntu kwabunjwa nenkomo!
Tag: Ngqitshela
Qwebani Surname info:
Mkawu
Ngqitshela
Fada
Mkawu
Mzize
Ndzako
Nozitshetshe
Matheza egoloza
Magatyana aselondobezi
Mthayise !