Mgcina, Tyhopho, Xhamela, Nokwindla, Ncancashe, Gabilikhulu, Butsolo bentonga, Phatho, Malamba aye endle adle iigusha, athi ziziduli zethafa adle iibokwe athi ziqabaza zehlathi ndihamba ndiphethe isali ihashe zakulifunana emfengwini,
Ndiphuma kwindlu ka Gadlume phantsi koHezani ozala uBomeni uKameni uMantu, uBomeni ozala uRhabi, Cimilanganga, Mdala, Fodo, Willie, Rhangayi, Spango, noLeya. Rhabi ozala uMkrweqane, Tampulane, Dlelila, noDingiwe. uMkrweqane ozala uTutusana, Nomfanelo, Nonceba, Nomimi, Thembinkosi, Nomvuyiso, Nomsa, Violet, Elsie, Xolile, Vuyani, Nkosinathi, Zanoxolo noSimphiwe. uSimphiwe ozele uKhazimla, Yamihle, noEnkosi!
Tag: Tyhopho
Tyhopho : If you know any information about this surname, such as its meaning, origin, history or clan names or their history, please add the info in the comments below or click this button + ADD CLAN NAMES
Leave a Reply