AmaJwarha Iziduko zakwa Jwarha
AmaJwarha
Mtika,
Mazaleni,
Jotela,
Mnangwe,
Mayarha,
Mbelu,
Bantw’abahle noba bapheth’ izikhali,
Related
Amajwarha surname info… Jwarha clan
Siza kwa mtika kwa xhelela, Singa majwarha a kwa tixosonga obulonga obumolaka sizwalwa ngu masomi a xhelela, intonga zibethana thina singo tshololongwe !
Amajwarha
Jwarha Mtika Mazaleni Jiyana Tiyo Jotelo Soga Mnangwe Khatiti Mayarha Magqandana Abantu abahle noba baphethe iskhali Mabunjwa ebhidlika exelu daka Dolo limdaka ngenxa yothandaza Oodlimbola bona bayitya baphila ngaphakathi
Iziduko AmaXhosa – Omthonyama
AmaTshawe – Mdange, Tshiwo, Nkosi Yamntu, NgcwanguAmaKhwemte – Dabane, Gqabaza, Sgadi, Mekhi, Ntswentswe, Fulashe, Nojaholo, Ncibane, Qhanqolo, Ntlokwenyathi, Ngququ, venge.AmaNkabane – Majeke, MayeyeAmaJwarha – Mtimka, Mazaleni, Jotela, Khatiti, Mnangwe, Mayarha, Mbelu, Ndabase, Bantw’abahle noba bapheth’ izikhali,AmaKwayi – Ngconde, Togu, Ubulawi, Ngcond’oneentshabaAmaCirha – ooNcibane, Khawuta, Nojaholo, Mhlantla, Nyembezana, Mhlathendlovu, uDlakalashe, Ntswentswe, Qhanqolo, Ntlokwenyani, Sihlobo SikaPhalo, Hloml’iphuthi lidala…
Mzwandile Gqabi
Amaphakathi asebukhosi, ondilandele ndikulale