Nqondo
Gokhwana
Nondaba
Mbikhwe
Vamanda
Mntshaba
Bagqe
Mthwa
Ntwenesibindi eyatshina egula yathi ebezozala apha bhaca phathโ€™intlama vundile gwintsa
Thanga limkhuma
Sikhundlana se Mpunzi ngumbhoxwana
Mphuzuka wehlungulu
Nkomo zidlele khaya kuba ziswele umalusi
Nyatheli nyama esazoyidla !! ๐Ÿ™Œ๐Ÿฟ๐Ÿ™Œ๐Ÿฟ