Iziduko zakoNtshiza:
Mbhabha,
Malilelwa Zintombi zithi bhuti ndizeka,
andina mama, andina tata,
Gubha, Ngonyama,Mpuml’inkulu,
Rhadu, Bhayi Kacetywa,
Totoba, Simelela ngenduku ebuthelezini,
Nankazana,
Manqashe !
Powered by WordPress & Theme by Anders Norén
Siphamandla Somdaka
I’m siphamandla Ding’indawo Somdaka ozalwa Nguntshiza Gubhe Nakazana pha kuQumbu Ndakeni ka Somdaka ozalwa yintombi yakwa Qithi Hala sophitsho ndiyabulela Maqwangqwa ngogqamisa esisiduko kwizwe lonke
Enkosi boo ngonyama
Luvuyo
Ntshiza clan; Ntshiza Gubha MaNqashi Mbamba Mfinya Ngonyama Bhayi kaMcetywa Mpumlonkulu Nakazane Qwangqwa Sithwa Rhadu Simelela ngentonga ebuthelezini Malilelwa zintombi zithi bhuti ndizeke kuba andinama andinabawo. We are the Mfengu tribes who hailed from Swaziland under Ngwane tribes. We are not Xesibe tribes. Thank you
Regards
L. Ngubentombi
Vuyokazi Mapitshi
Hi me to I’m so interested to know Ntshiza the surname oh Mapitsha/Mapitshi