ooh!
Nyathi ubudede unokhonzโingonyama
unogixa ububenga,
ooNgqila inyokemnyama ecandiziziba
ooh nkomo zikaMgangxi zicandamatha zidingumalusi
oondifake ke kulomasi
oow sithebe simananga-nanga
โndicczukulwana sika Jela unyana ka Dalimpi ozala utata wam uSamuel..
Leave a Reply