Bhedla kaMpulana, uMnqabe, umthana ontsingalalana, uKhanju kaGomatana, abantu baseMdumba, ndiliBomvana!!
Tag: Bhedla
mzondi,
ziyeka,
sampu,
mayirha,
thabo lenyoko hlabe elimzondayo!
AmaNqabe
Bhedla ka Mpulana, Bazukulu bakaNqabe, uKhanju, uNondiza, uBhalis’abeNguni ngentololwane, ishlahla sesundu esithi sigawulwa sibe sihluma, umthan’ontsingalala phezu komlambo umdumbi, isizukulwana sezizukulwana sikaMtshoni. Ubhangisa abelungu ngentololwane.
Bhedla kaMpulana,
uMnqabe,
umthana ontsingalalana,
uKhanju kaGomatana,
abantu baseMdumba,
ndiliBomvana!