Ndingu Madun’edakeni Jiyane, Salathiso e Lusikisiki ndiyazingca ngobumna,ndingu Phindiwe igama intombi ka Themba yena e zalwa ngu Nelson, ezalwa ngu Zweni ezalwa ngu Samka e Mevana ku Gatyana apo inkaba yetu ivela kona, Camagu Besuthu !