Mhlauli Clan Names
Bhinitha,
Khakhaza,
Ncwabane,
Mvundlela,
Lusiba,
Mlambo ongawelwayo owelwa zinkonjane zona zimaphikwamade
Mbinga,
Dladla,
Ncwabane,
Gocina,
Mazibuko
Mngoma,
Dlalela,
Nzimande
Ntwezifanelwa lilaphu likamlungu ngathi lelazo kanti zilibolekile ntozika Ndedeba,
Dlalela intwezawelโumlambโiNqadu zadlamathibathiba ngenxa yobethwa yindlala !!!