Nyosi,
Khwangi,
Cuba elikrakrayo elingatyiwa nazingedle,
Vongwe,
Phila kuzenzela,
Ncisana,
Uzuz’umzi ungenawo,
Jokweni,
Krwana kabawo !