Aaaaah mjobi ,Nosings mntu β womlambo ongawelwa ngabantu owelwa ziinkonjane kuphela kuba zona zinamaphiko , Menyezwa , ndoko , Msuthu , fulali, nyoka emnyama eyacanda iziziba Sinqula kuwe Gaba lalashe shweshwe mpondo zephela!
Powered by WordPress & Theme by Anders NorΓ©n
Leave a Reply