clan names 💛 clan history 💯

izithakazelo

Category: Izithakazelo nomlando Page 1 of 109

Izithakazelo nezibongo

Gebane clan names & History

Nkangane. Mchiza. Ndayi.
These are the descendents of Ngcula from western Pondoland

AmaNtshilibe. Ntshilibe Praises & History

Ntlanga eziphuma phezulu embindini we Afrika zawela I Zambezi River no Hlanga lama Kwena. Behlela e Natal ngemihla yemfazwe zohlanga. Boma phezulu ko Mbashe River, apho babu lala ikumkani u Ndaba eyayiphethe. Bagcina koMkhuku ku Kumkani u Sarhili, apho benziwa amaphakathi koMkhuku, asikelwa imihlaba. Abanye bawela inciba banyykela ngasentshona bagcwala izwelonke. Lana ngamakhosi esizwe so Mdumane, izikumkane zohlanga lazo. Asiqubudi nakiyi ikumkani. Sisisizwe esinobukumkani waso ngokwendabuko yasemandulo kwelo khokho bethu. Camagu Ndize ka Bhanqo. Aah Ntshilibe

Ramokhoase clan praise

I want to know my clan name

Mbau meaning

I wanted to know what is the meaning of Mbau

Izithakazelo zaka Cebekhulu

Tibha,
Ntanzi!

Izithakazelo zakwa Matshazi

Ka Linda kaMkhonto, ngilinde ngisayo panda ezam ngaphesheya komfula.Nsele Mkhonto ongagobi.

Nleya surname

Nleya is a very special surname it is mostly used by kalangas ,Nleya is Ndazi and Ndazi is a tree which helped the kalangas cross the flooded river during the colonial era .Nleya is a respectful surname.

By Brilliant Solwandle Nleya

Mfengwana clan praises | History

Mgcina, Tyhopho, Xhamela, Nokwindla, Ncancashe, Gabilikhulu, Butsolo bentonga, Phatho, Malamba aye endle adle iigusha, athi ziziduli zethafa adle iibokwe athi ziqabaza zehlathi ndihamba ndiphethe isali ihashe zakulifunana emfengwini,
Ndiphuma kwindlu ka Gadlume phantsi koHezani ozala uBomeni uKameni uMantu, uBomeni ozala uRhabi, Cimilanganga, Mdala, Fodo, Willie, Rhangayi, Spango, noLeya. Rhabi ozala uMkrweqane, Tampulane, Dlelila, noDingiwe. uMkrweqane ozala uTutusana, Nomfanelo, Nonceba, Nomimi, Thembinkosi, Nomvuyiso, Nomsa, Violet, Elsie, Xolile, Vuyani, Nkosinathi, Zanoxolo noSimphiwe. uSimphiwe ozele uKhazimla, Yamihle, noEnkosi!

AmaMfene Clan names

Sanzanza esanzanzela umntu, kwavela umntu

Hlongwane Clan name

Hlongwane,
Sangweni ondukuzibulongwe !

Page 1 of 109

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: