Mbamba, Krila, Thangane, Mbombo, Gcaleka, Bhodlinja, Nqele, Mayishe, Gobingca, Nkomo zibomvu nama thole azo, Bhukux' umthondo !!
AmaTshawe – Mdange, Tshiwo, Nkosi Yamntu, NgcwanguAmaKhwemte – Dabane, Gqabaza, Sgadi, Mekhi, Ntswentswe, Fulashe, Nojaholo, Ncibane, Qhanqolo, Ntlokwenyathi, Ngququ, venge.AmaNkabane – Majeke, MayeyeAmaJwarha – Mtimka, Mazaleni, Jotela, Khatiti, Mnangwe, Mayarha, Mbelu, Ndabase, Bantw’abahle noba bapheth’ izikhali,AmaKwayi – Ngconde, Togu, Ubulawi, Ngcond’oneentshabaAmaCirha – ooNcibane, Khawuta, Nojaholo, Mhlantla, Nyembezana, Mhlathendlovu, uDlakalashe, Ntswentswe, Qhanqolo, Ntlokwenyani, Sihlobo SikaPhalo, Hloml’iphuthi lidala…
Iziduko Thangana
Thangana Clan Krila, Mtengwana, Rhaso, M’bamba, Bodlinja, Gobingca
Kamva
Mholweni maKrila, akhomntu onga ndiceda ndikhangele usapho lwam okanye abantu a ba ne fani ka Ngcakaule ⁶
Bonani Xakekile
Thangana ndabazi mntakabawo
Funa uThembani Ngcakawuke use Bisho eBalasi
Sebenza kwi clinic ekufutshane
Usafuna njalo ke Mbamba mna ndifuna umzi kwam Mtyhapho kwa Ndabanj
Ntando
akhomntu uno nceda ma bamba enze
umnombo wamabamba ukuze singalahleki thina sizukulwana sakwa Thangana
umbamba uzala uthangana ( ndenza umzekelo akhe asenzele i family tree
Vusìkhaya Qoba
Krila uzala uThangana yena uThangana azale uKrila.
Ntando
ey mhle lombuzo wakho bhodlinja
Sakikaya
The surname Ngozi should be included ,why not