Ntshiza, Mbhabha, Malilelwa Zintombi zithi bhuti ndizeka andina mama, andina tata, Gubha,
Ngonyama,Mpuml’inkulu,
Rhadu, Bhayi Kacetywa,
Totoba, Simelela ngenduku ebuthelezini,
Nankazana, Manqashe!