clan names πŸ’› clan history πŸ’―

izithakazelo

Tag: Nguta

Nguta clan Names

Dear good people.
Nguta kaSthole OoMabi OoMwalase OoMaphakulangadli eMvuleni OoMhekana OoMdlawuza Oomashiyane.

Nguta clan names & History

Dear admin
Nguta kaSthole OoMabi OoMwalase OoMaphakulangadli eMvuleni OoMhekana OoMdlawuza Oomashiyane.

by Nkumbulo

Mabi Clan Names | Mabi Surname

Mabi, Nguta, Mwelase, Mphakula, Ngelengele, Mbanjwa, Dlamini, sitsha esingadleli, sidlelwa zinkonjane zona ezibaba phezulu, wena uwela ufala ucwele, Zizi, Hlubi elihle

Nguta Clan History 😍 OoNguta umlando

Nguta Clan Origin:
Oo nguta ngama Zelemu, they migrated from KwaZulu before the Zulus were established as a clan…
Some migrated to Eswatini and some to the Eastern Cape and formed amaBhaca, siyindlu enye naleya yakwa maDzikane kaZulu…
Some migrated to places like Matatiele and mingled with Amahlubi.
So oo Nguta abanye bangamaZulu, Swati, Bhaca, Xhosa and Hlubi now kodwa bonke bazalwa ngu Sthole…ngoo nguta ka Sthole… Ubukhosi nondlinkulu bawo buphaya kwaBhaca.

Izithakazelo zakwa Nguta Clan Names

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: