clan names 💛 clan history 💯

izithakazelo

Tag: Nokwindla

Mfengwana clan praises | History

Mgcina, Tyhopho, Xhamela, Nokwindla, Ncancashe, Gabilikhulu, Butsolo bentonga, Phatho, Malamba aye endle adle iigusha, athi ziziduli zethafa adle iibokwe athi ziqabaza zehlathi ndihamba ndiphethe isali ihashe zakulifunana emfengwini,
Ndiphuma kwindlu ka Gadlume phantsi koHezani ozala uBomeni uKameni uMantu, uBomeni ozala uRhabi, Cimilanganga, Mdala, Fodo, Willie, Rhangayi, Spango, noLeya. Rhabi ozala uMkrweqane, Tampulane, Dlelila, noDingiwe. uMkrweqane ozala uTutusana, Nomfanelo, Nonceba, Nomimi, Thembinkosi, Nomvuyiso, Nomsa, Violet, Elsie, Xolile, Vuyani, Nkosinathi, Zanoxolo noSimphiwe. uSimphiwe ozele uKhazimla, Yamihle, noEnkosi!

Nokwindla Clan names & History

nokwindla
xhamela
malabe
tlhile !

Iziduku zako Gcina & History

U Qcina umJikazi ka Khotha u Nokwindla u Malambendle u Gabilikhula batji inyama ya nyamazana bathi ezizidlulu zethefa !

Ncinitwa Clan Names | Ncinitwa Surname

NgamaGcina – oXhamela, Helushe, Ncancashe, Magwebulikhula, Malambedlile, Nokwindla, Thyopho kaPhato owathyaphakela eXonxa, Gabul’ikhula, Malamb’ayendle aty’igusha athi ziz’duli zethafa, Nxego, Butsolo beentonga, Dlelanga, Ntlonipho!

Nokwindla Surname Origin, Nokwindla Meaning & Nokwindla Last Name History

Nokwindla: If you know any information about this surname, such as Nokwindla Meaning, Nokwindla Origin, Nokwindla History or Nokwindla Clan names, please add the info in the comments below or click this button + ADD CLAN NAMES

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

.

Please use the form below to add info for this or another surname/clan name:

Please complete the required fields.

Mangaliso Clan Praises Mangaliso Meaning & History

UMangaliso, uzalwa nguDyonta ngamaGcina.
ngoXhamela,
noKwindla,
Untsinga iqandi lwendlu enkulu kaGadlume,

Origins Eastern Cape around Cala, Indwe, Lady Frere !

Mamgcina Clan Names

Mamgcina,
Tyhopho,
Nokwindla,
Xhamela,
Into ezaba iiGusha zathi ziziduli zethafa!

AmaGcina Clan

AmaGcina – Xhamela, Helushe, Ncancashe, Magwebulikhula, Malambedlile, Nokwindla, Thyopho ka Phato owathyaphakela eXonxa , Gabul’ ikhula, Malamb’ayendle aty’ igusha athi ziz’ duli zethafa, Nxego, Butsolo beentonga, Dlelanga, Ntlonipho!

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: