Mna Ndilixesibe Imfusi yama wele upondo nompondomise
Unondzaba, usabela uyabizwa emazibukweni, nondize, tshomela , nkwankwini , mayize yonke ayizukwenzanto, matshineyi’bheka njengomntwana, nxele , jolako ,bantshwa , untozabantu. Andilo Bhaca Ndilixesibe
Share this post 
Related posts
AmaXesibe Xesibe – Nxanda kaXesibe, Mnune Mkhuma, Nondzaba, Mbathane, Nondize, Bhelesi, Matshaya ngenqaw’ende abanye betshaya ngezimfutshane, Nxele, Bhimbi, Khandanyawana, Mayitshin’eyibheka njengomntwana, Mantsaka, Mganu. Nondzaba, Mbathane, Tshomela ka Matsho Qwathi – Dikela, Noni, Noqaz’ indlela. Iinkomo zikaXesibe, zikaJojo, zikaMtshutshumbe, ogqaz’indlel’ebhek’ebuNguni. KumaQwathi kukho amaDikela, amaTshaba, ooSdindi, ooBhlangwe, ooBhose, amaNzolo, imiNcayi, amaNtondo, amaKhombayo, ooMkhondweni, amaVumbe,…
AmaXesibe – (hayi abantu besizwe samaXesibe kaXesibe wakuloMpondo noMpondomise, kodwa kukhona abantu abangena phasi kukaMadzikane bamaXesibe) oo Ncosa ooBhuku Sinqashe Nkamangane Mfazi webelelide elancelisa ingane phesheya komfula uMganu Sabela wabizwa emazibukweni Xesibe
AmaXesibe are a nation made up of several clans and tribes but their history is not well documented. Common clan names are: Snama, Rhadu, Cwerha, Nune, Mayaba, Gcuma, Nxontsa, Bhuku, Mlatshenyi, Ngqatyana, Nondzaba, Mbathane, Tshomela ka Matsho, Matshaya, Makhuma Mbathane, Matshaya, Xesibe, Khanda'nyawana, Matshin'ayibheke, Ibhaca
Leave a Reply