Magqileni,
Mbukhwe,
Mganu,
Sabela,
Thuka alile njengomntwana,
Ngquburhana,
Kalusikazi,
Hlathi,
Lisa,
Jambase!
Tag: Hlathi Page 1 of 2
iziduko zako Shweme
Gqagqane,
Limakhwe,
Zilamkhonto,
Mfene,
Hlathi,
Jambase,
Ngangamsholo Ngcebetsha,
Malilelwa zintombi !
Shweme Clan Names
Gqagqane,
Limakhwe,
Zilamkhonto,
Mfene,
Hlathi,
Jambase,
Ngangamsholo Ngcebetsha,
Malilelwa zintombi!